Duteronomi 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nifanele nizitshabalalise+ ngokupheleleyo zonke iindawo apho iintlanga enihlutha amazwe azo zazibakhonzela khona oothixo bazo, ezintabeni eziphakamileyo nasezindulini naphantsi kwemithi+ yonke enabileyo. 2 Kronike 28:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye wayebingelela rhoqo+ eqhumisa nombingelelo kwiindawo eziphakamileyo+ nasezindulini+ naphantsi kwalo lonke uhlobo lomthi onabileyo.+ Isaya 57:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+
2 Nifanele nizitshabalalise+ ngokupheleleyo zonke iindawo apho iintlanga enihlutha amazwe azo zazibakhonzela khona oothixo bazo, ezintabeni eziphakamileyo nasezindulini naphantsi kwemithi+ yonke enabileyo.
4 Yaye wayebingelela rhoqo+ eqhumisa nombingelelo kwiindawo eziphakamileyo+ nasezindulini+ naphantsi kwalo lonke uhlobo lomthi onabileyo.+
5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+