1 Kumkani 11:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kwaye unyana wakhe ndiya kumnika isizwe esinye, ukuze uDavide umkhonzi wam aqhubeke enesibane lonke ixesha phambi kwam eYerusalem,+ isixeko endizinyulele sona ukuba ndibeke igama lam apho.+ 2 Kronike 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye uYehova akazange afune ukuyonakalisa indlu kaDavide,+ ngenxa yomnqophiso+ awawenza noDavide, kanye njengoko wayeya kumnika+ isibane ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe.+ INdumiso 132:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kulukhulisa apho uphondo lukaDavide.+Lowo uthanjisiweyo wam ndimmisele ngolungelelwano isibane.+ Luka 1:69 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 69 Kwaye uye waluphakamisa uphondo+ losindiso lwethu kwindlu kaDavide umkhonzi wakhe, Luka 2:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 ukhanyiselo+ lokushenxisa isigqubuthelo+ ezintlangeni+ nozuko lwabantu bakho amaSirayeli.” Yohane 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo ulukhanyiso lokwenyaniso+ olunikela ukukhanya+ kulo lonke uhlobo lomntu+ wayesele eza kuza ehlabathini. Yohane 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke uYesu wathetha kwakhona kubo, esithi: “Mna ndilukhanyiselo+ lwehlabathi. Lowo undilandelayo akasayi kuze ahambe ebumnyameni,+ kodwa uya kuba nokukhanya kobomi.” ISityhilelo 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Mna, Yesu, ndayithuma ingelosi yam ukunikela ubungqina kuni ngezi zinto kuwo amabandla. Mna ndiyingcambu+ nenzala+ kaDavide, nekhwezi eliqaqambileyo lokusa.’”+
36 Kwaye unyana wakhe ndiya kumnika isizwe esinye, ukuze uDavide umkhonzi wam aqhubeke enesibane lonke ixesha phambi kwam eYerusalem,+ isixeko endizinyulele sona ukuba ndibeke igama lam apho.+
7 Yaye uYehova akazange afune ukuyonakalisa indlu kaDavide,+ ngenxa yomnqophiso+ awawenza noDavide, kanye njengoko wayeya kumnika+ isibane ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe.+
17 Ndiya kulukhulisa apho uphondo lukaDavide.+Lowo uthanjisiweyo wam ndimmisele ngolungelelwano isibane.+
9 Lowo ulukhanyiso lokwenyaniso+ olunikela ukukhanya+ kulo lonke uhlobo lomntu+ wayesele eza kuza ehlabathini.
12 Ngoko ke uYesu wathetha kwakhona kubo, esithi: “Mna ndilukhanyiselo+ lwehlabathi. Lowo undilandelayo akasayi kuze ahambe ebumnyameni,+ kodwa uya kuba nokukhanya kobomi.”
16 “‘Mna, Yesu, ndayithuma ingelosi yam ukunikela ubungqina kuni ngezi zinto kuwo amabandla. Mna ndiyingcambu+ nenzala+ kaDavide, nekhwezi eliqaqambileyo lokusa.’”+