2 Kronike 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wayikhupha uAsa isilivere negolide ebuncwaneni bendlu kaYehova nasendlwini+ kakumkani+ waza wazithumelela uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya,+ owayehlala eDamasko,+ esithi:
2 Wayikhupha uAsa isilivere negolide ebuncwaneni bendlu kaYehova nasendlwini+ kakumkani+ waza wazithumelela uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya,+ owayehlala eDamasko,+ esithi: