IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 20:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ke yena uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya, waqokelela ndawonye yonke imikhosi yakhe yamajoni kunye nookumkani abangamashumi amathathu anesibini+ namahashe+ neenqwelo zokulwa,+ waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya,+ walwa nayo.

  • 2 Kumkani 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 UElisha wafika eDamasko;+ yaye uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya wayegula. Ngako oko kwanikelwa ingxelo ethi kuye: “Umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ude waza kufika apha.”

  • 2 Kumkani 12:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UYehowashe ukumkani wakwaYuda wathabatha iminikelo engcwele+ leyo uYehoshafati noYehoram noAhaziya ookhokho bakhe, ookumkani bakwaYuda, babeyingcwalisile neminikelo yakhe engcwele nayo yonke igolide eyayifumaneka kubuncwane bendlu kaYehova nasendlwini kakumkani waza wayithumela+ kuHazayeli ukumkani waseSiriya. Ngoko wemka eYerusalem.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share