2 Kronike 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngelo xesha uHanani+ imboni weza kuAsa ukumkani wakwaYuda waza wathi kuye: “Ngenxa yokuba wayame kukumkani waseSiriya+ ungayamanga kuYehova uThixo wakho,+ ngenxa yeso sizathu umkhosi wamajoni kakumkani waseSiriya ubalekile esandleni sakho. 2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+
7 Ngelo xesha uHanani+ imboni weza kuAsa ukumkani wakwaYuda waza wathi kuye: “Ngenxa yokuba wayame kukumkani waseSiriya+ ungayamanga kuYehova uThixo wakho,+ ngenxa yeso sizathu umkhosi wamajoni kakumkani waseSiriya ubalekile esandleni sakho.
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+