1 Kumkani 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwafika ilizwi likaYehova kuYehu+ unyana kaHanani+ nxamnye noBhahasha, lisithi: 2 Kronike 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehu+ unyana kaHanani+ imboni+ waphuma phambi kwakhe waza wathi kuKumkani uYehoshafati: “Ngaba uncedo lumele lunikwe+ abantu abangendawo, ngaba ufanele ubathande+ abo bamthiyayo+ uYehova? Yaye ngenxa yesi senzo umcaphukisile+ uYehova. 2 Kronike 20:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Eminye imicimbi kaYehoshafati, eyokuqala neyokugqibela, nantso ibhalwe phakathi kwamazwi kaYehu+ unyana kaHanani,+ eyafakwa eNcwadini+ yooKumkani bakwaSirayeli.
2 UYehu+ unyana kaHanani+ imboni+ waphuma phambi kwakhe waza wathi kuKumkani uYehoshafati: “Ngaba uncedo lumele lunikwe+ abantu abangendawo, ngaba ufanele ubathande+ abo bamthiyayo+ uYehova? Yaye ngenxa yesi senzo umcaphukisile+ uYehova.
34 Eminye imicimbi kaYehoshafati, eyokuqala neyokugqibela, nantso ibhalwe phakathi kwamazwi kaYehu+ unyana kaHanani,+ eyafakwa eNcwadini+ yooKumkani bakwaSirayeli.