1 Kumkani 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Eminye imicimbi kaRehobhoham nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yamaxesha ookumkani bakwaYuda? 2 Kronike 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye, khangela! Imicimbi ka-Asa, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe kwiNcwadi+ yooKumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli.
29 Eminye imicimbi kaRehobhoham nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yamaxesha ookumkani bakwaYuda?
11 Yaye, khangela! Imicimbi ka-Asa, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe kwiNcwadi+ yooKumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli.