1 Kumkani 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yonke ke imicimbi ka-Asa nawo onke amandla akhe nako konke awakwenzayo nezixeko awazakhayo, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda? Wathi ke akuba mdala+ waba nesifo seenyawo.+
23 Yonke ke imicimbi ka-Asa nawo onke amandla akhe nako konke awakwenzayo nezixeko awazakhayo, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda? Wathi ke akuba mdala+ waba nesifo seenyawo.+