2 Kronike 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngelo xesha uHanani+ imboni weza kuAsa ukumkani wakwaYuda waza wathi kuye: “Ngenxa yokuba wayame kukumkani waseSiriya+ ungayamanga kuYehova uThixo wakho,+ ngenxa yeso sizathu umkhosi wamajoni kakumkani waseSiriya ubalekile esandleni sakho.
7 Ngelo xesha uHanani+ imboni weza kuAsa ukumkani wakwaYuda waza wathi kuye: “Ngenxa yokuba wayame kukumkani waseSiriya+ ungayamanga kuYehova uThixo wakho,+ ngenxa yeso sizathu umkhosi wamajoni kakumkani waseSiriya ubalekile esandleni sakho.