2 Samuweli 3:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke mna ndibuthathaka namhlanje nangona ndithanjiswe+ njengokumkani, yaye la madoda, oonyana bakaTseruya,+ aqatha kakhulu kum.+ Ngamana uYehova angambuyekeza umenzi wobubi ngokobubi bakhe.”+
39 Ke mna ndibuthathaka namhlanje nangona ndithanjiswe+ njengokumkani, yaye la madoda, oonyana bakaTseruya,+ aqatha kakhulu kum.+ Ngamana uYehova angambuyekeza umenzi wobubi ngokobubi bakhe.”+