IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 NakuAmasa nize nithi,+ ‘Akulothambo lam nenyama yam na? Ngoko ngamana uThixo angenza kum aze ke ongezelele+ ukukwenza ukuba akuyi kusoloko uyintloko yomkhosi phambi kwam esikhundleni sikaYowabhi.’”+

  • 2 Samuweli 20:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke yena uAmasa, wayengalilumkelanga ikrele elalisesandleni sikaYowabhi; ngokokuze amhlabe+ ngalo esiswini, aza amathumbu akhe aphalala emhlabeni, yaye akuzange kufuneke nokuba enze kwakhona kuye. Waba ke uyafa. Waza uYowabhi noAbhishayi umntakwabo basukela uShebha unyana kaBhikeri.

  • 2 Samuweli 20:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke uYowabhi wayephezu komkhosi+ wonke wakwaSirayeli; uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephezu kwamaKereti+ naphezu kwamaPeleti.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share