Duteronomi 32:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bamkhweletisa+ ngoothixo basemzini;+Bamcaphukisa ngezinto ezicekisekayo.+ INdumiso 96:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+ INdumiso 115:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izithixo zabo ziyisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ Isaya 44:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+ Yeremiya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wonke umntu uziphethe ngokungenangqiqo engenakwazi.+ Wonke umnyibilikisi ngokuqinisekileyo uya kuziva eneentloni ngenxa yemifanekiso eqingqiweyo;+ kuba imifanekiso yakhe etyhidiweyo ibubuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+
5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+
9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+
14 Wonke umntu uziphethe ngokungenangqiqo engenakwazi.+ Wonke umnyibilikisi ngokuqinisekileyo uya kuziva eneentloni ngenxa yemifanekiso eqingqiweyo;+ kuba imifanekiso yakhe etyhidiweyo ibubuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+