2 Kumkani 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ekugqibeleni wenyuka walala phezu komntwana+ waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe namehlo akhe phezu kwamehlo akhe neentende zakhe phezu kweentende zakhe, waqhubeka egobile phezu kwakhe, yaye ngokuthe ngcembe inyama yomntwana yafudumala. IZenzo 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uPawulos wehla, waziphosa kuye+ waza wamwola, wathi: “Musani ukuvusa ingxokozelo, kuba umphefumlo wakhe ukuye.”+
34 Ekugqibeleni wenyuka walala phezu komntwana+ waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe namehlo akhe phezu kwamehlo akhe neentende zakhe phezu kweentende zakhe, waqhubeka egobile phezu kwakhe, yaye ngokuthe ngcembe inyama yomntwana yafudumala.
10 Kodwa uPawulos wehla, waziphosa kuye+ waza wamwola, wathi: “Musani ukuvusa ingxokozelo, kuba umphefumlo wakhe ukuye.”+