IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 uYesu wathi: “Khwelelani, kuba intwazana ayifanga, kodwa ilele.”+ Bamhleka ngokugculelayo.+

  • Marko 5:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 yaye, bakuba bengenile, wathi kubo: “Kutheni nibangela isiphithiphithi esinengxolo nokulila? Umntwana oselula akafanga, kodwa ulele.”+

  • Yohane 11:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 UYesu wathi kuye: “Anditshongo na kuwe ukuthi ukuba uyakholwa uya kulubona uzuko lukaThixo?”+

  • IZenzo 9:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share