IMizekeliso 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Obabala isisweli uboleka uYehova,+ yaye impatho yakhe uya kumbuyekeza ngayo.+ Mateyu 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kwaye nabani na onika omnye waba bancinane indebe yamanzi abandayo kuphela ukuba asele kuba engumfundi, inene ndithi kuni, akasayi kuze alahlekelwe ngumvuzo wakhe.”+
42 Kwaye nabani na onika omnye waba bancinane indebe yamanzi abandayo kuphela ukuba asele kuba engumfundi, inene ndithi kuni, akasayi kuze alahlekelwe ngumvuzo wakhe.”+