1 Samuweli 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+ INdumiso 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ngubani na, ke ngoko, lo Kumkani uzukileyo?”“NguYehova wemikhosi—unguKumkani ozukileyo.”+ Seʹlah.
4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+
10 “Ngubani na, ke ngoko, lo Kumkani uzukileyo?”“NguYehova wemikhosi—unguKumkani ozukileyo.”+ Seʹlah.