Eksodus 25:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wenze neekherubhi zibe mbini ngegolide. Wozenza ngokuzikhanda zibe seziphelweni zozibini zesigubungelo.+ Numeri 7:89 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 89 Wayesithi ke ngoko nanini na uMoses akungena ententeni yokuhlangana ukuze athethe naye,+ eve ilizwi lithetha kuye livela ngasentla kwesigubungelo+ esasiphezu kwetyeya yesingqino, phakathi kweekherubhi ezimbini;+ yaye wayethetha naye. 2 Samuweli 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+ 2 Kumkani 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+ INdumiso 80:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+ INdumiso 99:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 99 UYehova uthe waba ngukumkani.+ Maziphazamiseke izizwana.+Uhleli ezikherubhini.+ Mawugubhe umhlaba.+
18 Wenze neekherubhi zibe mbini ngegolide. Wozenza ngokuzikhanda zibe seziphelweni zozibini zesigubungelo.+
89 Wayesithi ke ngoko nanini na uMoses akungena ententeni yokuhlangana ukuze athethe naye,+ eve ilizwi lithetha kuye livela ngasentla kwesigubungelo+ esasiphezu kwetyeya yesingqino, phakathi kweekherubhi ezimbini;+ yaye wayethetha naye.
2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+
15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+
80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+
99 UYehova uthe waba ngukumkani.+ Maziphazamiseke izizwana.+Uhleli ezikherubhini.+ Mawugubhe umhlaba.+