IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uze ungaqubudi kuzo okanye uqhutyelwe ekuzikhonzeni,+ kuba mna Yehova Thixo wakho ndinguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo,+ ndizisa isohlwayo ngesiphoso sooyise phezu koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana, sabandithiyileyo;+

  • Yoshuwa 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke kaloku ukuba kubi emehlweni enu ukukhonza uYehova, zikhetheleni namhlanje ukuba ngubani na eniya kumkhonza,+ enoba ngoothixo ababekhonzwa+ ngookhokho benu ababengaphesheya koMlambo okanye oothixo bama-Amori enihleli ezweni lawo.+ Ke mna nendlu yam, siya kukhonza uYehova.”+

  • 1 Samuweli 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wathi ke uSamuweli kuyo yonke indlu kaSirayeli: “Ukuba nibuyela kuYehova ngentliziyo yenu yonke,+ balahleni oothixo basemzini abaphakathi kwenu+ kwakunye nemifanekiso ka-Ashtoreti,+ nize nibhekise ngokungaxengaxengiyo intliziyo yenu kuYehova nikhonze yena yedwa,+ yaye uya kunihlangula esandleni samaFilisti.”+

  • INdumiso 100:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+

      Nguye owasenzayo, asisithi.+

      Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share