Duteronomi 30:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wabuyela kuYehova uThixo wakho,+ waliphulaphula ilizwi lakhe njengako konke endikuyalela kona namhlanje, wena noonyana bakho, ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke,+ 1 Samuweli 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuphela nje moyikeni+ uYehova, yaye nimele nimkhonze ngenyaniso ngentliziyo yenu yonke;+ kuba ziboneni izinto ezinkulu anenzele zona.+ 1 Kumkani 8:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 baze ngokwenene babuyele kuwe ngentliziyo yabo+ yonke nangomphefumlo wabo wonke kwilizwe leentshaba zabo ezabathabatha njengabathinjwa, bathandaze kuwe bejonge kwilizwe labo owalinika ookhokho babo, isixeko osinyulileyo nendlu endiyakhele igama lakho;+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ Yoweli 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ke kaloku,” utsho uYehova, “buyelani kum ngeentliziyo zenu zonke,+ nangokuzila ukutya+ nangokulila nangokwenza isijwili.+
2 wabuyela kuYehova uThixo wakho,+ waliphulaphula ilizwi lakhe njengako konke endikuyalela kona namhlanje, wena noonyana bakho, ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke,+
24 Kuphela nje moyikeni+ uYehova, yaye nimele nimkhonze ngenyaniso ngentliziyo yenu yonke;+ kuba ziboneni izinto ezinkulu anenzele zona.+
48 baze ngokwenene babuyele kuwe ngentliziyo yabo+ yonke nangomphefumlo wabo wonke kwilizwe leentshaba zabo ezabathabatha njengabathinjwa, bathandaze kuwe bejonge kwilizwe labo owalinika ookhokho babo, isixeko osinyulileyo nendlu endiyakhele igama lakho;+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
12 “Ke kaloku,” utsho uYehova, “buyelani kum ngeentliziyo zenu zonke,+ nangokuzila ukutya+ nangokulila nangokwenza isijwili.+