Genesis 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Emva koko watyala umthi wetamariske eBher-shebha waza wabiza khona egameni likaYehova+ uThixo ohlala ngokungenammiselo.+ Duteronomi 33:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uyindawo yokuzimela uThixo wamandulo,+Ngaphantsi ziingalo zexesha elingenammiselo.+Uya kulugxotha utshaba phambi kwakho,+Aze athi, ‘Babhubhise!’+ INdumiso 90:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngaphambi kokuba neentaba zizalwe,+Okanye uzise ngokungathi kungenimba umhlaba+ nelizwe elinemveliso,+Ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo wena unguThixo.+ Isaya 57:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba utsho Ophezulu naLowo Uphakamileyo,+ ohlala ngonaphakade+ nogama lakhe lingcwele,+ ukuthi: “Ndihlala kwindawo ephakamileyo nakwindawo engcwele,+ kanjalo nakotyumkileyo nonomoya othobekileyo,+ ukuvuselela umoya wabo bathobekileyo nokuvuselela intliziyo yabo batyumkileyo.+ Yeremiya 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+ Roma 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 kodwa eye ngoku yabonakaliswa+ yaza yaziswa ngezibhalo zesiprofeto phakathi kwazo zonke iintlanga ngokomyalelo kaThixo ongunaphakade wokukhuthaza intobelo ngokholo;+ 1 Timoti 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.
33 Emva koko watyala umthi wetamariske eBher-shebha waza wabiza khona egameni likaYehova+ uThixo ohlala ngokungenammiselo.+
27 Uyindawo yokuzimela uThixo wamandulo,+Ngaphantsi ziingalo zexesha elingenammiselo.+Uya kulugxotha utshaba phambi kwakho,+Aze athi, ‘Babhubhise!’+
2 Ngaphambi kokuba neentaba zizalwe,+Okanye uzise ngokungathi kungenimba umhlaba+ nelizwe elinemveliso,+Ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo wena unguThixo.+
15 Kuba utsho Ophezulu naLowo Uphakamileyo,+ ohlala ngonaphakade+ nogama lakhe lingcwele,+ ukuthi: “Ndihlala kwindawo ephakamileyo nakwindawo engcwele,+ kanjalo nakotyumkileyo nonomoya othobekileyo,+ ukuvuselela umoya wabo bathobekileyo nokuvuselela intliziyo yabo batyumkileyo.+
10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+
26 kodwa eye ngoku yabonakaliswa+ yaza yaziswa ngezibhalo zesiprofeto phakathi kwazo zonke iintlanga ngokomyalelo kaThixo ongunaphakade wokukhuthaza intobelo ngokholo;+
17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.