IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “NdinguYehova uThixo wakho,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa, endlwini yobukhoboka.+

  • INdumiso 83:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+

      Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+

  • Hezekile 36:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kulingcwalisa igama lam elikhulu,+ ebelihlanjelwa phakathi kweentlanga, enilihlambeleyo phakathi kwazo; yaye iintlanga ziya kwazi ukuba ndinguYehova,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘xa ndingcwaliswa phakathi kwenu phambi kwamehlo azo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share