INdumiso 46:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Yekani, nazi ukuba ndinguThixo.+Ndiya kuphakanyiswa phakathi kweentlanga,+Ndiya kuphakanyiswa emhlabeni.”+ Isaya 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehova wemikhosi uya kuphakama ngomgwebo,+ azingcwalise uTHIXO wenyaniso, Lowo Ungcwele+ ngobulungisa.+ Hezekile 20:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngenxa yevumba elithozamisayo ndiya kukholiswa nini,+ xa ndinikhupha kwizizwana ndize okunene ndiniqokelele ndawonye nivela kumazwe enanichithachithwe kuwo,+ ndingcwaliswe kuni phambi kwamehlo eentlanga.’+
10 “Yekani, nazi ukuba ndinguThixo.+Ndiya kuphakanyiswa phakathi kweentlanga,+Ndiya kuphakanyiswa emhlabeni.”+
16 UYehova wemikhosi uya kuphakama ngomgwebo,+ azingcwalise uTHIXO wenyaniso, Lowo Ungcwele+ ngobulungisa.+
41 Ngenxa yevumba elithozamisayo ndiya kukholiswa nini,+ xa ndinikhupha kwizizwana ndize okunene ndiniqokelele ndawonye nivela kumazwe enanichithachithwe kuwo,+ ndingcwaliswe kuni phambi kwamehlo eentlanga.’+