IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 22:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Uze ungamqalekisi uThixo,+ ungasiqalekisi nesikhulu ebantwini bakowenu.+

  • INdumiso 105:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Esithi: “Musani ukubachukumisa abathanjisiweyo bam,+

      Ningenzi okubi nakubaprofeti bam.”+

  • IMizekeliso 11:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Nangona isandla sibambana nesandla, akayi kungohlwaywa onobubi;+ kodwa inzala yamalungisa ngokuqinisekileyo iya kusinda.+

  • 2 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share