2 Kumkani 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UElisha wafika eDamasko;+ yaye uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya wayegula. Ngako oko kwanikelwa ingxelo ethi kuye: “Umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ude waza kufika apha.”
7 UElisha wafika eDamasko;+ yaye uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya wayegula. Ngako oko kwanikelwa ingxelo ethi kuye: “Umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ude waza kufika apha.”