1 Kumkani 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya, waqokelela ndawonye yonke imikhosi yakhe yamajoni kunye nookumkani abangamashumi amathathu anesibini+ namahashe+ neenqwelo zokulwa,+ waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya,+ walwa nayo. 2 Kumkani 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Emva koko uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya waliqokelela ndawonye lonke iqela lakhe waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya.
20 Ke yena uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya, waqokelela ndawonye yonke imikhosi yakhe yamajoni kunye nookumkani abangamashumi amathathu anesibini+ namahashe+ neenqwelo zokulwa,+ waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya,+ walwa nayo.
24 Emva koko uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya waliqokelela ndawonye lonke iqela lakhe waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya.