1 Samuweli 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Musani ukuthetha kakhulu ngekratshi,Makungaphumi nto emlonyeni wenu ingathintelwa,+Kuba uYehova unguThixo wolwazi,+Yaye nguye othelekelela izenzo ngokufanelekileyo.+ 1 Samuweli 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko nangoko uDavide wathi kumadoda akhe: “Bhinqani elowo ikrele lakhe!”+ Ngoko babhinqa elowo ikrele lakhe noDavide wabhinqa elakhe ikrele; baza benyuka emva koDavide, amadoda amalunga namakhulu amane, ngoxa angamakhulu amabini ahlala nempahla.+ INdumiso 45:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bhinqa ikrele lakho+ ethangeni lakho, wena unamandla,+Ngesidima nobungangamsha bakho.+
3 Musani ukuthetha kakhulu ngekratshi,Makungaphumi nto emlonyeni wenu ingathintelwa,+Kuba uYehova unguThixo wolwazi,+Yaye nguye othelekelela izenzo ngokufanelekileyo.+
13 Ngoko nangoko uDavide wathi kumadoda akhe: “Bhinqani elowo ikrele lakhe!”+ Ngoko babhinqa elowo ikrele lakhe noDavide wabhinqa elakhe ikrele; baza benyuka emva koDavide, amadoda amalunga namakhulu amane, ngoxa angamakhulu amabini ahlala nempahla.+