IMizekeliso 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Zonke iindlela zomntu zisulungekile emehlweni akhe,+ kodwa uYehova uyawucikida umoya.+ IMizekeliso 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+
12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+