1 Kumkani 16:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke yena uAhabhi unyana kaOmri, waba ngukumkani wakwaSirayeli ngonyaka wamashumi amathathu anesibhozo ka-Asa ukumkani wakwaYuda; ibe uAhabhi unyana kaOmri waqhubeka elawula uSirayeli eSamariya+ iminyaka engamashumi amabini anesibini.
29 Ke yena uAhabhi unyana kaOmri, waba ngukumkani wakwaSirayeli ngonyaka wamashumi amathathu anesibhozo ka-Asa ukumkani wakwaYuda; ibe uAhabhi unyana kaOmri waqhubeka elawula uSirayeli eSamariya+ iminyaka engamashumi amabini anesibini.