1 Kumkani 16:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wathenga intaba yaseSamariya ngeetalente ezimbini zesilivere kuShemere, waza wakha entabeni, isixeko eso wasakhayo wasibiza ngegama likaShemere inkosi yentaba, wathi yiSamariya.+ 1 Kumkani 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku uBhen-hadadi wathumela kuye waza wathi: “Mabenjenje oothixo kum,+ yaye bongeze koko,+ ukuba uthuli laseSamariya luya kwanela bonke abantu abandilandelayo!”+ Isaya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intloko yakwaEfrayim yiSamariya,+ nentloko yeSamariya ngunyana kaRemaliya.+ Ukuba aninalukholo, aniyi kuhlala ixesha elide.”’”+
24 Wathenga intaba yaseSamariya ngeetalente ezimbini zesilivere kuShemere, waza wakha entabeni, isixeko eso wasakhayo wasibiza ngegama likaShemere inkosi yentaba, wathi yiSamariya.+
10 Ke kaloku uBhen-hadadi wathumela kuye waza wathi: “Mabenjenje oothixo kum,+ yaye bongeze koko,+ ukuba uthuli laseSamariya luya kwanela bonke abantu abandilandelayo!”+
9 Intloko yakwaEfrayim yiSamariya,+ nentloko yeSamariya ngunyana kaRemaliya.+ Ukuba aninalukholo, aniyi kuhlala ixesha elide.”’”+