Eksodus 21:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ukuba ubekelwe intlawulelo, ngoko umele alirhole ixabiso elo lokukhulula umphefumlo wakhe ngako konke oko kubekwe phezu kwakhe.+ IMizekeliso 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Intlawulelo yomphefumlo womntu bubutyebi bakhe,+ kodwa osweleyo akeva kukhalinyelwa.+
30 Ukuba ubekelwe intlawulelo, ngoko umele alirhole ixabiso elo lokukhulula umphefumlo wakhe ngako konke oko kubekwe phezu kwakhe.+