Eksodus 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Uze ungayinqweneli indlu yedlelane lakho. Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho,+ nekhoboka lalo, nekhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo, ne-esile lalo, nantoni na eyeyedlelane lakho.”+ Duteronomi 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho.+ Uze ungayinqweneli ngokuzingca indlu yedlelane lakho, nentsimi yalo okanye ikhoboka lalo okanye ikhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo okanye iesile lalo okanye nantoni na eyeyedlelane lakho.’+ Habhakuki 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Yeha lowo uyenzela inzuzo embi indlu yakhe,+ ukuze abeke indlwane yakhe endaweni ephakamileyo, ukuze ahlangulwe kwintlekele!+ Luka 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandula ke wathi kubo: “Gcinani amehlo enu evulekile nize nizilinde kulo lonke uhlobo lwenkanuko,+ kuba kwanaxa umntu enentabalala ubomi bakhe abuphumi kwizinto anazo.”+ Roma 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Sithini na ke ngoko? Ngaba uMthetho usisono?+ Nakanye! Ngokwenene ngendingasazanga isono+ ukuba bekungengaMthetho; ngokomzekelo, ngendingayazanga inkanuko+ ukuba uMthetho ubungatshongo ukuthi: “Uze ungakhanuki.”+ Yakobi 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ngamnye ulingwa ngokutsalwa nokuwexulwa ngumnqweno wakhe.+ 2 Petros 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Amehlo abo azele lukrexezo+ yaye abakwazi kusiyeka isono,+ bewexula imiphefumlo engazinzanga. Intliziyo yabo iqeqeshelwe inkanuko.+ Bangabantwana bengqalekiso.+
17 “Uze ungayinqweneli indlu yedlelane lakho. Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho,+ nekhoboka lalo, nekhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo, ne-esile lalo, nantoni na eyeyedlelane lakho.”+
21 “‘Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho.+ Uze ungayinqweneli ngokuzingca indlu yedlelane lakho, nentsimi yalo okanye ikhoboka lalo okanye ikhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo okanye iesile lalo okanye nantoni na eyeyedlelane lakho.’+
9 “‘Yeha lowo uyenzela inzuzo embi indlu yakhe,+ ukuze abeke indlwane yakhe endaweni ephakamileyo, ukuze ahlangulwe kwintlekele!+
15 Wandula ke wathi kubo: “Gcinani amehlo enu evulekile nize nizilinde kulo lonke uhlobo lwenkanuko,+ kuba kwanaxa umntu enentabalala ubomi bakhe abuphumi kwizinto anazo.”+
7 Sithini na ke ngoko? Ngaba uMthetho usisono?+ Nakanye! Ngokwenene ngendingasazanga isono+ ukuba bekungengaMthetho; ngokomzekelo, ngendingayazanga inkanuko+ ukuba uMthetho ubungatshongo ukuthi: “Uze ungakhanuki.”+
14 Amehlo abo azele lukrexezo+ yaye abakwazi kusiyeka isono,+ bewexula imiphefumlo engazinzanga. Intliziyo yabo iqeqeshelwe inkanuko.+ Bangabantwana bengqalekiso.+