IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 “Ngoko ngenxa yoku konke senza isivumelwano selungiselelo ekunokukholoswa ngalo,+ ngombhalo nangokungqinelwa ngetywina+ elenziwa ziinkosana zethu, abaLevi bethu nababingeleli bethu.”+

  • Estere 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye nina bhalani ngokwenu egameni lamaYuda okulungileyo emehlweni enu ngegama likakumkani+ nize niyitywine ngomsesane wokutywina kakumkani; kuba umbhalo obhalwe ngegama likakumkani waza watywinwa ngomsesane wokutywina kakumkani akunakwenzeka ukuba urhoxiswe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share