Daniyeli 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke, kumkani, wubhale lo mmiselo uze uwutyobele,+ ukuze ungabi nakutshintshwa, ngokomthetho wamaMedi namaPersi,+ ongatshitshiswayo.”+ Daniyeli 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ekugqibeleni la madoda omeleleyo angena engumndilili kukumkani, athi kuye: “Phawula, kumkani, umthetho wamaMedi namaPersi uthi nasiphi na isalelo+ okanye ummiselo ukumkani awumiselayo umele ungatshintshwa.”+
8 Ngoko ke, kumkani, wubhale lo mmiselo uze uwutyobele,+ ukuze ungabi nakutshintshwa, ngokomthetho wamaMedi namaPersi,+ ongatshitshiswayo.”+
15 Ekugqibeleni la madoda omeleleyo angena engumndilili kukumkani, athi kuye: “Phawula, kumkani, umthetho wamaMedi namaPersi uthi nasiphi na isalelo+ okanye ummiselo ukumkani awumiselayo umele ungatshintshwa.”+