2 Kronike 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke weza kukumkani, yaye ukumkani wathi kuye: “Mikaya, siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Kwaoko wathi: “Nyuka uze uphumelele; yaye baya kunikelwa esandleni senu.”+
14 Wandula ke weza kukumkani, yaye ukumkani wathi kuye: “Mikaya, siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Kwaoko wathi: “Nyuka uze uphumelele; yaye baya kunikelwa esandleni senu.”+