1 Kumkani 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandula ke weza kukumkani, waza ukumkani wathi kuye: “Mikaya, siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye siyeke?” Kwaoko wathi kuye: “Nyuka uze uphumelele; yaye uYehova ngokuqinisekileyo uya kuyinikela esandleni sikakumkani.”+
15 Wandula ke weza kukumkani, waza ukumkani wathi kuye: “Mikaya, siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye siyeke?” Kwaoko wathi kuye: “Nyuka uze uphumelele; yaye uYehova ngokuqinisekileyo uya kuyinikela esandleni sikakumkani.”+