1 Kumkani 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli waqokelela ndawonye abaprofeti,+ malunga namadoda angamakhulu amane, waza wathi kubo: “Ndiye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Yaye bona bathi: “Nyuka,+ yaye uYehova uya kuyinikela esandleni sikakumkani.”
6 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli waqokelela ndawonye abaprofeti,+ malunga namadoda angamakhulu amane, waza wathi kubo: “Ndiye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Yaye bona bathi: “Nyuka,+ yaye uYehova uya kuyinikela esandleni sikakumkani.”