2 Kronike 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli waqokelela ndawonye abaprofeti,+ amadoda angamakhulu amane, waza wathi kubo: “Siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?”+ Yaye bona bathi: “Nyuka, yaye uTHIXO oyinyaniso uya kuyinikela esandleni sikakumkani.” Yeremiya 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+ Yeremiya 23:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Ngoko ke yabona, ndinxamnye nabaprofeti,”+ utsho uYehova, “abo bawebayo amazwi am, ngamnye kwiqabane lakhe.”+
5 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli waqokelela ndawonye abaprofeti,+ amadoda angamakhulu amane, waza wathi kubo: “Siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?”+ Yaye bona bathi: “Nyuka, yaye uTHIXO oyinyaniso uya kuyinikela esandleni sikakumkani.”
31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+
30 “Ngoko ke yabona, ndinxamnye nabaprofeti,”+ utsho uYehova, “abo bawebayo amazwi am, ngamnye kwiqabane lakhe.”+