1 Kumkani 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya, waqokelela ndawonye yonke imikhosi yakhe yamajoni kunye nookumkani abangamashumi amathathu anesibini+ namahashe+ neenqwelo zokulwa,+ waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya,+ walwa nayo.
20 Ke yena uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya, waqokelela ndawonye yonke imikhosi yakhe yamajoni kunye nookumkani abangamashumi amathathu anesibini+ namahashe+ neenqwelo zokulwa,+ waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya,+ walwa nayo.