2 Kumkani 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Emva koko uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya waliqokelela ndawonye lonke iqela lakhe waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya. 2 Kumkani 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UElisha wafika eDamasko;+ yaye uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya wayegula. Ngako oko kwanikelwa ingxelo ethi kuye: “Umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ude waza kufika apha.”
24 Emva koko uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya waliqokelela ndawonye lonke iqela lakhe waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya.
7 UElisha wafika eDamasko;+ yaye uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya wayegula. Ngako oko kwanikelwa ingxelo ethi kuye: “Umntu kaTHIXO oyinyaniso+ ude waza kufika apha.”