1 Kumkani 16:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ekugqibeleni uOmri walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa eSamariya; yaye uAhabhi+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
28 Ekugqibeleni uOmri walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa eSamariya; yaye uAhabhi+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.