1 Kumkani 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wanga uYehova uThixo wakho angabongwa,+ oye wayoliswa+ nguwe ngokukubeka etroneni kaSirayeli;+ ngenxa yokuba uYehova emthanda uSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ukuze akumisele njengokumkani+ ukuba uphumeze izigwebo+ nobulungisa.”+ 1 Kronike 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nguye oya kulakhela indlu igama lam,+ yena uya kuba ngunyana+ kum, yaye mna ndiya kuba nguyise+ kuye. Yaye ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani+ bakhe kuSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo.’
9 Wanga uYehova uThixo wakho angabongwa,+ oye wayoliswa+ nguwe ngokukubeka etroneni kaSirayeli;+ ngenxa yokuba uYehova emthanda uSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ukuze akumisele njengokumkani+ ukuba uphumeze izigwebo+ nobulungisa.”+
10 Nguye oya kulakhela indlu igama lam,+ yena uya kuba ngunyana+ kum, yaye mna ndiya kuba nguyise+ kuye. Yaye ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani+ bakhe kuSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo.’