IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 35:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “‘Kodwa ukuba isibulala-mntu sithe saphumela ngaphaya kwemida yesixeko saso sokusabela ebesisabele kuso,

  • Yoshuwa 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Nabani na ophumela ngaphandle ngeminyango yendlu yakho,+ igazi lakhe loba phezu kwentloko yakhe, sibe msulwa thina; yaye wonk’ ubani oqhubeka enawe endlwini, igazi lakhe loba sezintlokweni zethu ukuba kuye kwasiwa isandla kuye.

  • Hezekile 18:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ubize inzuzo enkulu,+ wathabatha nenzala,+ ngokuqinisekileyo akayi kuhlala ephila. Zonke ezi zinto zicekisekayo uzenzile.+ Ngokuqinisekileyo uya kubulawa. Igazi lakhe liya kuba phezu kwakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share