Duteronomi 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Uze ungamhlawulisi nzala umzalwana wakho,+ inzala ngemali, inzala ngokutya,+ nenzala ngayo nantoni ekubizwa inzala ngayo. Isaya 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kumele kufane ebantwini njengakumbingeleli; kufane kumkhonzi njengakwinkosi yakhe; kufane kwisicakakazi njengakwinkosikazi yaso; kufane kumthengi njengakumthengisi; kufane kumbolekisi njengakulowo ubolekayo; kufane kothabatha inzala njengakulowo uhlawula inzala.+
19 “Uze ungamhlawulisi nzala umzalwana wakho,+ inzala ngemali, inzala ngokutya,+ nenzala ngayo nantoni ekubizwa inzala ngayo.
2 Kumele kufane ebantwini njengakumbingeleli; kufane kumkhonzi njengakwinkosi yakhe; kufane kwisicakakazi njengakwinkosikazi yaso; kufane kumthengi njengakumthengisi; kufane kumbolekisi njengakulowo ubolekayo; kufane kothabatha inzala njengakulowo uhlawula inzala.+