IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 16:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+

  • 2 Samuweli 16:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Waqhubeka ke uDavide namadoda akhe behamba ngendlela, ngoxa uShimeyi wayehamba ecaleni lentaba, ehamba ngokulungelelene naye ukuze aqalekise;+ kwaye wagibisela ngamatye ngoxa wayelungelelene naye, egibisela nangothuli oluninzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share