1 Kumkani 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nobulumko.+ 2 Kronike 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ubulumko nolwazi uzinikiwe;+ kwanendyebo nobutyebi nembeko ndiya kukunika ekungabangakho unazo kookumkani ababekho phambi kwakho,+ nekungekho bani uya kuba nazo emva kwakho.”+
23 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nobulumko.+
12 ubulumko nolwazi uzinikiwe;+ kwanendyebo nobutyebi nembeko ndiya kukunika ekungabangakho unazo kookumkani ababekho phambi kwakho,+ nekungekho bani uya kuba nazo emva kwakho.”+