1 Kumkani 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+ INdumiso 34:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Iingonyama ezintsha ezinesingci zinokuncinane yaye zilambile;+Kodwa abo bafuna uYehova, abayi kuswela nantoni na elungileyo.+ Efese 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku kulowo unako ukwenza ngaphezu koko sikucelayo nesikuthelekelelayo,+ ngamandla akhe asebenzayo+ kuthi, 1 Yohane 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Njengoko sisazi ukuba uyasiva kuko konke esikucelayo,+ siyazi ke ukuba siza kuzifumana izinto esizicelileyo kuye.+
12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+
10 Iingonyama ezintsha ezinesingci zinokuncinane yaye zilambile;+Kodwa abo bafuna uYehova, abayi kuswela nantoni na elungileyo.+
20 Ke kaloku kulowo unako ukwenza ngaphezu koko sikucelayo nesikuthelekelelayo,+ ngamandla akhe asebenzayo+ kuthi,
15 Njengoko sisazi ukuba uyasiva kuko konke esikucelayo,+ siyazi ke ukuba siza kuzifumana izinto esizicelileyo kuye.+