7 Kuba akazange amshiyele bantu uYehowahazi ngaphandle kwabakhweli-mahashe abangamashumi amahlanu neenqwelo ezilishumi namadoda ahamba ngeenyawo alishumi lamawaka,+ ngenxa yokuba ukumkani waseSiriya wayebatshabalalisile,+ ukuze abenze babe njengothuli xa kubhulwa.+