1 Kumkani 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye iveranda+ eyayingaphambili kwitempile yendlu yayiziikubhite ezingamashumi amabini ubude, ngaphambi kwecala elibanzi lendlu. Ubunzulu babuziikubhite ezilishumi, ngaphambili endlwini. 1 Kumkani 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke intendelezo enkulu, yayijikelezwe zizintlu ezintathu+ zamatye aqingqiweyo noluhlu lwemiqadi yomsedare; kwaba njalo nangentendelezo engaphakathi+ yendlu kaYehova,+ neveranda+ yendlu. Hezekile 40:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Yaza yandisa everandeni yendlu,+ yaqhubeka ilinganisa intsika esecaleni yeveranda, yaziikubhite ezintlanu kweli cala neekubhite ezintlanu kweliya icala. Ububanzi besango babuziikubhite ezintathu kweli cala neekubhite ezintathu kweliya icala.
3 Kwaye iveranda+ eyayingaphambili kwitempile yendlu yayiziikubhite ezingamashumi amabini ubude, ngaphambi kwecala elibanzi lendlu. Ubunzulu babuziikubhite ezilishumi, ngaphambili endlwini.
12 Ke intendelezo enkulu, yayijikelezwe zizintlu ezintathu+ zamatye aqingqiweyo noluhlu lwemiqadi yomsedare; kwaba njalo nangentendelezo engaphakathi+ yendlu kaYehova,+ neveranda+ yendlu.
48 Yaza yandisa everandeni yendlu,+ yaqhubeka ilinganisa intsika esecaleni yeveranda, yaziikubhite ezintlanu kweli cala neekubhite ezintlanu kweliya icala. Ububanzi besango babuziikubhite ezintathu kweli cala neekubhite ezintathu kweliya icala.