IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 28:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Ngaphezu koko, wathi kum, ‘USolomon unyana wakho nguye oya kuyakha indlu yam neentendelezo+ zam; kuba ndimnyule njengonyana wam,+ yaye mna ndiya kuba nguyise.+

  • 2 Kronike 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye uYehova waliphumeza ilizwi+ lakhe awayelithethile, ukuze ndivele esikhundleni sikaDavide ubawo+ ndize ndihlale etroneni+ yakwaSirayeli, kanye njengoko uYehova wayethethile,+ nokuze ndilakhele indlu igama likaYehova uTHIXO kaSirayeli,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share