IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngoko wathi uMoses kuye: “Ekuphumeni nje kwam kwesi sixeko ndiya kuzolulela kuYehova izandla zam.+ Ziya kuyeka iindudumo nesichotho singabi saqhubeka, ukuze wazi ukuba umhlaba lo ngokaYehova.+

  • Ezra 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye ngexesha lomnikelo wokudla okuziinkozo+ wangokuhlwa ndaphakama ekuthotyweni kwam, isambatho sam nesambatho sam esingenamikhono zikrazukile, ndaguqa ngamadolo+ ndolula izandla zam kuYehova uThixo wam.+

  • INdumiso 63:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ngaloo ndlela ndiya kukubonga ebudeni bexesha lokudla kwam ubomi;+

      Igama lakho ndiya kuliphakamisela iintende zam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share